babalasele emculweni ikwaito lithuba Iokubonisa ngokukhu(ulekileyo iziphiwo zabo, umcu(o waselokishini, isimbo sobomi, uvuyo nosizi. Amazwi eengoma aye maxa wambi ashiye abantu abadala nabathanda okusulungekileyo benomsindo, bajolise ekuvakaliseni udimazeko kwimiba ethile yobomi.
Kulo nyaka wokugqibela wale nkulungwane emva kwamaqela amatsha anamabhongo kuquka nabambalwa abathandwayo
bathelela umculo wekwaito phezu kwa(o nje ukhuphiswano olunzima oluye lushiye abafiki bexakiwe. Asinto ingaqhelekanga ngeqela elitsha elishicilelayo okanye iimvumi ihlate ingaziwa ithuba elide.
Zijamelene nobuninzi beemvumi iinkampani ezishicilelayo zijolise ikakhulu kwezentengiso nokubhengeza amaqela okanye imvumi ecula yodwa nesele isaziwa nekubonakala igqwesa zisuka nje kubathandi bomculo. Oku kushiya
abo bafiki bazame ukujamelana nengxaki yokuzazisa bona kwanomculo wabokuluntu. Naba abanye babo bafuna ukugqwesa zisuka nje...

lStorm
lsithathu sabafo, abahlobo abazana kwasebuntwaneni babo eZola eSoweto xa babenqwenela ukuba ngabadlali bodumo kwibhola ekhatywayo abo nguJabu Nkutha, uZolile Sixishe noSipho Tshabatala,

BONA XHOSA - February 2000 31
baqale ukuvela kwikwaito ngengoma ethi Sesibuylle.
Beqonda ukuwuthanda kwabo umculo aba bathathu baqalise njengeThe Famous Three bacula kwiindawo ngeendawo belingisa iingoma zabaculi abaziwayo.
Ngoku sebesaziwa nengeStorm - igama elicacisa ukuzithemba kwabo ekuqaliseni ukuvela bebalasela emnculweni - esi sthathu sivakalise ukuba ukufika kwabo kwiqonga lomculo kwanengoma yabo engumxholo ivakalisa amathemba abo okuduma ngokuzoba okungasoze kwacimeka kwiintliziyo zabathandi bomculo.
Elithi Sesibuylle Iiqalisa ngengoma thi Jys Rotten, nekuyingoma yekwaito enako konke okufuneka kuyo.

lGuz La Gong
lPitoli ayinamlibo ofanayo neweminye imimandla evelisa abaculi bekwaito kodwa abahlobo abane baseMamelodi uSakkie Mokonyane, ujulian Mabogane noJerry noGift Mahlangu, banethemba lokuyibangela ijacaranda City, iPitoli ke yaziwe kwiqonga lekwaito.
Bazibiza ngokuthi yiGuz La Gong, esi sine sizimisele ukuphumelela kangangokuba baqhagamshelene nomd!ali ngaphambili kwibhola ekhatywayo uDaniel Mambush Mdau weMamelodi Sundowns
Ukuvela kukaMdau kwicwecwe labo lokuqala elithi Gate Crash kulincedile eli qela likwazi ukucula kwiqonga lekwaito lifumana ingqalelo entle kokubini kumabonakude nakumaphephandaba nokwaziwa ngabanye abafiki ababethanda ukuba baziwe luluntu.
Ukuvela kweGuz La Gong kuyibangele icelwe izokucu!a ngqo - baza ngokwenjenjalo bakwazi ukungena kumasango ekwaito.



Elinye iqela elitsha namalungu alo azithembileyo ngokuphumelela kwikwaito yiStamina. Ngumzala kaSizwe Thala noFlexido Mbonjwa abaphuma eHerschele eMpuma Koloni, baya eGauteng eminyakeni emine edlulileyo beyokufuna igolide.
Emva kokunkqonkqoza bengavulelwa kwiingcango zeenkampani ezininzi zomculo befuna zive ikhasethi ebebeprekthiza kuyo, ukuzimisela kwabo okungagevezeli-madolo kuvuziwe xa batyikitya isivumelwano neNebula Records baza bashicilela icwecwe labo kwiGemini Studios.
Igama elithi Stamina libhekisela kubuchule bethu bokunyamezela iinzima nesiye
tscindl
SEN
JWELELO
lStiiniino
32ONA XHOSA - ruar2J
sathubeleza kuzo phambi kokuba ekugqibeleni siphumeze ebekudala sinqwenela ukukufeza, utshiio uThala noMbonjwa, abakuphela kwamalungu eqela lokuqala elalinamalungu amane. Ingoma ethi Siyaya nengumxholo wecwecwe labo elineengoma ezisibhozo ivakalisa amathemba abo okuthubeleza nokuwela imiqobo ekwiqonga lezolonwabo.
Njengezinye iimvumi, iStamina ikwazile ukuma kumba weAIDS -ingoma yabo ethi Aids Wll! Ki!l U iluvul amehlo ulutsha ukuba luqalise ukukhathala nanini na luneendibano zesondo.
lMandoza
Sele ttshatshela kwiqonga lekwaito UMdu Tshabatala waseSoweto weMandoza ngoku sele etshatshela ngecwecwe acula yedwa kulo ngengoma ethi 9-11-5 Zola South.
Ulilungu leqela lekwaito elaziwayo ukususela ekuqaleni kwayo amava kaMandoza emculweni anokuchaza iinzima aphuma kuzo ukuze abalasela kwikwaito.
.Ukucula yedwa okunik ithemba nokunikw ifuthe nguGabi le Roux noVusi Leeuw abaziprodyusa nabasebenza njengeCCP 2. Kunye noMandoza le nkampani entsha ibingenakukhetha mvumi entsha
ukuchaza ukutika kwabo kwiqonga lomculo.
lingoma zikaMandoza zezi Uzoyithola kaNjani nethi Angikhohlwa Langiphuma Khona ziye zithandwa ngamanxila omculo.
LlRicky T
lzandi zikaRicky T ontshula kwiphondo elisemNtla ziqale ukuvakala kwicwecwe lokuqala lakhe elithi Jika Nabo.
lsungulwe nguRiccardo Tsabane, waseMarble Hall, Ie mvumi iqalise umcuto wayo ineminyaka nje esixhenxe apho yaqalisa ukucula ihlabelela kwiikwayala zesikolo nezecawe waza ethubeni waba yimvumi ehtabelela kwiqela lakhe Ientambula iThe Kings.
Uthe akufudukela ejohannesburg ngo-1994 wachitha iminyaka emine ezingela isivumelwano sokushicilela. Umonde wakhe wavuzwa xa watyikitya isivumelwano neHit City Platinum Studio waza washicilela icwecwe lakhe lokuqala.
I-llSix
l-llSix ivela eSoweto. Eli liqela elinamadoda amahlanu aselula kwanegqiyazana, imini CD yabo eneengoma ezne ethi SesIendile ixelela abalandeli bayo ngokuthi baqinisekile ngokukhonya kumcu!o
Umtaki manqaku ogqwesayo uDaniel
Mambush Mdau kunye namalungu eGuz
La Gong uSakkie Makonyane, uJerry
noGuft Mahlangu noJulian Mabogoane.
wekwaito - kwaye baza Kuqondwa. Ekuphela kwento enzima
ukuyiqonda kubathandi bomculo kukwahlukanisa ilizwi lemvumi yabo ehlabelelayo uLebo Rampesi kwelikaSharon Dee.
lHomebase
Idume njengeemvumi zehip hop kunezekwaito, iHomebase ezinze ekapa njengeqela lekwaito eMitchells Plain, izimiseie ukulitshintsha elo dumo.
UVuda Queen noSista Slide nomnakwabo ukiddo Capone baliseka eli qela ngo-1992 njengeHomebase ecula ihip hop kwanehouse music nokucula ngqo nokuve!a kumabonakude ngo-l 993.
Kube semva kokutsala ingqatelo yowayefudula eyiprodyusa uShelwyn Sandel kangangokuba esi sithathu sanikwa ithuba lokurekhoda umculo waso. lsiphumo semini-CD yabo entsha ethi Hoe Ruk Di Party nekuculwa iingoma ezininzi kuyo njengale ethi Kunjani nethi Dala HeeI Jaar. 
BONA XHOSA - February 2000 33
K
 ubekho ukuxokozefa emaphepha-
ndabeni, koonomathothofo nakumabonakude ngomthetho omtsha wokwamkelwa
kwabantwana ezikofweni ukususela oko uMphathiswa weMfundo ebhengeze ukuba ukususela ngojanuwari walo nyaka, ngabantwana abaminyaka isixhenxe kuphela abaza kwamkefwa kuGrade 1 ezikolweni zoluntu. Ukuzakuthi ga ngoku, bekusamkelwa abantwana abagqiba unyaka wesithandathu phambi kwajuni.
Umbuzo obuzwa ngabazali abangaxolanga abanabantwana abakulungeleyo ukungena esikolweni (ngokomthetho wangaphambili) neetitsha!a zikaGrade 1 ngowokuba: Kungani na ukuba kwamkelwe abantwana abaminyaka isixhenxe? Komnceda ngani na oku umfundi? Kuzibekaphi na zona iititshala zikaGrade 1 rijengoko abantwana abaninzi abaminyaka isixhenxe bekuGrade 2 nonyakanje?
Kwiinzame zokufumana ingcaciso ngalo
mba, iBONA iyibhekise kuMlawuli-jike!e
weMfundo, uGqr. Chris Madiba le mibuzo.

BONA: Gqr. Madiba, Iwenzelweni olu
tshintsho?
Gqr. Madiba: UMzantsi Afrika ubungenawo umthetho omisefwe ixabiso lokuqala isikofo. Phambi kuka-1 994 ayeli-17 amasebe emfundo kweii - ilelo linomthetho walo wokwamkela abantwana abaqala isikolo. Ngoko ke wawungekho umthetho olawula lo mba elizweni liphela. Umthetho obhengezwe nguMphathiswa weMfundo uyinto entsha kweli. Onke amazwe anawo to mthetho. lminyaka emiselweyo kweli ihambisana neyamanye amazwe ehlabathi.

BONA: Kutheni kumiselwe iminyaka esixhenxe?
Gqr. Madiba: Iinkqubo zemfundo, iindlela, zokufundisa nemeko yaseklasini zizinto eziqwalaselwayo kuthelekelelwe nodubala bomntwana.
-	Ukukhula ngokwasemzimbeni akwazi ukuzenzela izinto, ngokomzekelo, ukuba abe nako ukufundiseka, ukubamba usiba abhale, kanti nezihlunu zamehlo kufuneka zibe zikhule ngokwanefeyo ukuze zikwazi ukumelana nokufunda iincwadi, ukubhala esedesikeni, ayibone nento ebhalwe ebhodini. Ukungena komntwana esikolweni engekakhuli ngokwaneleyo kungamenza angaqhubi kakuhle ezifundweni, nto leyo inokukhokelela ekubeni atyhafe, angabi namdla wokufunda, angazithembi, akhathaze okanye aphuthe esikolweni. Zonke ezi zinto zibanegalelo ekungaphumelelini komntwana kwizifundo zakhe, kwaye xa etshona esekumabanga aphantsi oko kusenza yeke-yeke isiseko sakhe
lmfundo kunyik, kci-2000: 1
34 BONA XHOSA -bruary 2000
